1 Kumkani 12:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Kodwa akazange alihoye icebiso awayelinikwe ngamadoda amakhulu,* waza wafuna icebiso kubafana awayekhule nabo, abo ngoku babemsebenzela.+
8 Kodwa akazange alihoye icebiso awayelinikwe ngamadoda amakhulu,* waza wafuna icebiso kubafana awayekhule nabo, abo ngoku babemsebenzela.+