-
1 Kumkani 12:10IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
10 Aba bafana babekhule naye bathi: “Kwesi sizwana sithe kuwe, ‘Utata wakho wayenza nzima idyokhwe yethu, kodwa wena khawuyenze ibe khaphukhaphu,’ yithi kuso, ‘Ucikicane wam uza kuba mkhulu kunesinqe sikatata.
-