-
1 Kumkani 12:33IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
33 Wenza iminikelo esibingelelweni awayesenzile eBheteli ngosuku lwe-15 ngenyanga yesibhozo, inyanga awayeyicinge ngokwakhe; yaye wenzela amaSirayeli itheko, waza wanyuka waya esibingelelweni ukuze enze umnikelo kuze kuqhunyiswe umbingelelo.
-