-
1 Kumkani 13:2IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
2 Yakhwaza ibhekisa kwisibingelelo njengokuba uYehova wayeyiyalele, yathi: “Owu sibingelelo, sibingelelo! Uthi uYehova: ‘Jonga! Kuza kuzalwa unyana ogama linguYosiya+ endlini kaDavide! Uza kubabingelela phezu kwakho ababingeleli beendawo eziphakamileyo abaqhumisa imibingelelo phezu kwakho, yaye uza kutshisa amathambo abantu phezu kwakho.’”+
-