1 Kumkani 14:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Wenze amasikizi angaphezu kwalawo enziwa ngabangaphambi kwakho, waya kuzenzela omnye uthixo nemifanekiso yesinyithi. Undicaphukisile ke ngale nto,+ ibe undijikele.+
9 Wenze amasikizi angaphezu kwalawo enziwa ngabangaphambi kwakho, waya kuzenzela omnye uthixo nemifanekiso yesinyithi. Undicaphukisile ke ngale nto,+ ibe undijikele.+