-
1 Kumkani 14:11IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
11 Nabani na ongokaYerobhoham ofela esixekweni, uza kudliwa zizinja; yaye nabani na ofela entsimini, uza kudliwa ziintaka zezulu, ngenxa yokuba kutsho uYehova.”’
-