-
1 Kumkani 14:13IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
13 Wonke uSirayeli uza kumlilela aze amngcwabe, ngenxa yokuba nguye kuphela kwintsapho kaYerobhoham oza kungcwatywa, kuba nguye yedwa endlini kaYerobhoham aye uYehova uThixo kaSirayeli wafumana okulungileyo kuye.
-