1 Kumkani 14:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 UYerobhoham walawula iminyaka eyi-22, emva koko walala kookhokho bakhe,+ waza uNadabhi unyana wakhe waba ngukumkani endaweni yakhe.+
20 UYerobhoham walawula iminyaka eyi-22, emva koko walala kookhokho bakhe,+ waza uNadabhi unyana wakhe waba ngukumkani endaweni yakhe.+