1 Kumkani 14:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Wabuthimba ubutyebi bendlu kaYehova nobutyebi bendlu kakumkani.+ Wabutha konke, kunye nawo onke amakhaka egolide awayenziwe nguSolomon.+
26 Wabuthimba ubutyebi bendlu kaYehova nobutyebi bendlu kakumkani.+ Wabutha konke, kunye nawo onke amakhaka egolide awayenziwe nguSolomon.+