1 Kumkani 14:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 URehobhoham walala kookhokho bakhe waza wangcwatywa nookhokho bakhe kwisiXeko SikaDavide.+ Igama likamama wakhe yayinguNahama umAmonikazi.+ Unyana wakhe uAbhiyam*+ waba ngukumkani endaweni yakhe.
31 URehobhoham walala kookhokho bakhe waza wangcwatywa nookhokho bakhe kwisiXeko SikaDavide.+ Igama likamama wakhe yayinguNahama umAmonikazi.+ Unyana wakhe uAbhiyam*+ waba ngukumkani endaweni yakhe.