1 Kumkani 15:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Kuba uDavide wenza izinto ezilungileyo emehlweni kaYehova, ibe akazange aphambuke kuyo nantoni na awayemyalele yona yonke imihla yobomi bakhe, ngaphandle kwento awayenza ku-Uriya umHiti.+
5 Kuba uDavide wenza izinto ezilungileyo emehlweni kaYehova, ibe akazange aphambuke kuyo nantoni na awayemyalele yona yonke imihla yobomi bakhe, ngaphandle kwento awayenza ku-Uriya umHiti.+