1 Kumkani 15:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Kwakuhlala kukho imfazwe phakathi kuka-Asa noBhahasha+ ukumkani wakwaSirayeli.