18 UAsa wathatha yonke isilivere negolide eyayisele kubutyebi bendlu kaYehova nobutyebi bendlu kakumkani, wayinika abasebenzi bakhe. UKumkani uAsa wabathumela kuBhen-hadadi unyana kaTabhrimon unyana kaHeziyon, ukumkani waseSiriya,+ owayehlala eDamasko, esithi: