1 Kumkani 15:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Wathi nje akuyiva loo nto uBhahasha, wayeka ngoko nangoko ukwakha* iRama waza waqhubeka ehlala eTirtsa.+
21 Wathi nje akuyiva loo nto uBhahasha, wayeka ngoko nangoko ukwakha* iRama waza waqhubeka ehlala eTirtsa.+