1 Kumkani 15:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Yonke enye imbali ka-Asa, bonke ubukhulu bakhe, zonke izinto awazenzayo nezixeko awazakhayo,* azibhalwanga na encwadini yembali yamaxesha ookumkani bakwaYuda? Wathi akuba mdala waba nesifo ezinyaweni.+
23 Yonke enye imbali ka-Asa, bonke ubukhulu bakhe, zonke izinto awazenzayo nezixeko awazakhayo,* azibhalwanga na encwadini yembali yamaxesha ookumkani bakwaYuda? Wathi akuba mdala waba nesifo ezinyaweni.+