1 Kumkani 15:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Emva koko uAsa walala kookhokho bakhe waza wangcwatywa nookhokho bakhe kwisiXeko SikaDavide ukhokho wakhe; uYehoshafati unyana wakhe+ waba ngukumkani endaweni yakhe.
24 Emva koko uAsa walala kookhokho bakhe waza wangcwatywa nookhokho bakhe kwisiXeko SikaDavide ukhokho wakhe; uYehoshafati unyana wakhe+ waba ngukumkani endaweni yakhe.