1 Kumkani 15:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova, ehamba endleleni katata wakhe+ nasesonweni sakhe awamonisa ngaso uSirayeli.+
26 Waqhubeka esenza okubi emehlweni kaYehova, ehamba endleleni katata wakhe+ nasesonweni sakhe awamonisa ngaso uSirayeli.+