1 Kumkani 15:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 UBhahasha unyana ka-Ahiya wendlu kaIsakare wamenzela iyelenqe, waza uBhahasha wamxabela eGibheton yamaFilisti, ngoxa uNadabhi nawo onke amaSirayeli baberhangqe iGibheton.+
27 UBhahasha unyana ka-Ahiya wendlu kaIsakare wamenzela iyelenqe, waza uBhahasha wamxabela eGibheton yamaFilisti, ngoxa uNadabhi nawo onke amaSirayeli baberhangqe iGibheton.+