7 Laphinda lafika ilizwi likaYehova ngomprofeti uYehu unyana kaHanani, lithetha ngoBhahasha nendlu yakhe, ngenxa yabo bonke ububi awabenzayo emehlweni kaYehova, emcaphukisa ngomsebenzi wezandla zakhe njengendlu kaYerobhoham, nangenxa yokumxabela kwakhe.+