1 Kumkani 16:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Oku kwakungenxa yazo zonke izono awazenzayo uBhahasha noElaha unyana wakhe, nezono ababangela ukuba uSirayeli azenze, ecaphukisa uYehova uThixo kaSirayeli ngezithixo zabo ezingancedi nganto.+
13 Oku kwakungenxa yazo zonke izono awazenzayo uBhahasha noElaha unyana wakhe, nezono ababangela ukuba uSirayeli azenze, ecaphukisa uYehova uThixo kaSirayeli ngezithixo zabo ezingancedi nganto.+