1 Kumkani 16:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Ngonyaka we-27 kaKumkani uAsa wakwaYuda, uZimri waba ngukumkani iintsuku ezisixhenxe eTirtsa, ngoxa abantu babemise inkampu ukuze balwe neGibheton+ yamaFilisti.
15 Ngonyaka we-27 kaKumkani uAsa wakwaYuda, uZimri waba ngukumkani iintsuku ezisixhenxe eTirtsa, ngoxa abantu babemise inkampu ukuze balwe neGibheton+ yamaFilisti.