1 Kumkani 16:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Ekuhambeni kwexesha abantu ababemise inkampu beva kusithiwa: “UZimri umenzele iyelenqe waza wamxabela ukumkani.” Kwangaloo mini apho enkampini, wonke uSirayeli wamisela uOmri,+ intloko yomkhosi, wangukumkani wakwaSirayeli.
16 Ekuhambeni kwexesha abantu ababemise inkampu beva kusithiwa: “UZimri umenzele iyelenqe waza wamxabela ukumkani.” Kwangaloo mini apho enkampini, wonke uSirayeli wamisela uOmri,+ intloko yomkhosi, wangukumkani wakwaSirayeli.