-
1 Kumkani 16:22IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
22 Kodwa abantu ababelandela uOmri baboyisa abo babelandela uTibheni unyana kaGinati. Ngoko wafa uTibheni, waza uOmri waba ngukumkani.
-