1 Kumkani 16:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 UOmri walala kookhokho bakhe waza wangcwatywa eSamariya; yaye uAhabhi unyana wakhe waba ngukumkani endaweni yakhe.+
28 UOmri walala kookhokho bakhe waza wangcwatywa eSamariya; yaye uAhabhi unyana wakhe waba ngukumkani endaweni yakhe.+