1 Kumkani 16:29 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 29 UAhabhi unyana kaOmri waba ngukumkani wakwaSirayeli ngonyaka we-38 kaKumkani uAsa wakwaYuda, ibe uAhabhi unyana kaOmri walawula uSirayeli eSamariya+ iminyaka eyi-22.
29 UAhabhi unyana kaOmri waba ngukumkani wakwaSirayeli ngonyaka we-38 kaKumkani uAsa wakwaYuda, ibe uAhabhi unyana kaOmri walawula uSirayeli eSamariya+ iminyaka eyi-22.