1 Kumkani 16:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 Akazange anele nje ukwenza izono zikaYerobhoham+ unyana kaNebhati, kodwa wathatha noIzebhele+ intombi kaEtebhahali ukumkani wamaSidon,+ wamenza umfazi wakhe, waza waqalisa ukukhonza uBhahali,+ equbuda kuye.
31 Akazange anele nje ukwenza izono zikaYerobhoham+ unyana kaNebhati, kodwa wathatha noIzebhele+ intombi kaEtebhahali ukumkani wamaSidon,+ wamenza umfazi wakhe, waza waqalisa ukukhonza uBhahali,+ equbuda kuye.