1 Kumkani 17:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Kodwa wathi kuye: “Ndinike unyana wakho.” Wamthatha kumama wakhe wamsa kwigumbi eliseluphahleni, apho wayehlala khona, waza wambeka emandlalweni wakhe.+
19 Kodwa wathi kuye: “Ndinike unyana wakho.” Wamthatha kumama wakhe wamsa kwigumbi eliseluphahleni, apho wayehlala khona, waza wambeka emandlalweni wakhe.+