-
1 Kumkani 17:21IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
21 Emva koko wazolula phezu kwalo mntwana kathathu waza wathandaza kuYehova esithi: “Owu Yehova Thixo wam, ndiyakucela, buyisela lo mntwana ebomini.”
-