1 Kumkani 18:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Emva koko uEliya wathi ebantwini: “Ndim ndodwa umprofeti kaYehova oshiyekileyo,+ kodwa bona abaprofeti bakaBhahali bayi-450.
22 Emva koko uEliya wathi ebantwini: “Ndim ndodwa umprofeti kaYehova oshiyekileyo,+ kodwa bona abaprofeti bakaBhahali bayi-450.