-
1 Kumkani 18:23IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
23 Mabasinike amathole eenkomo aziinkunzi abe mabini, baze bazikhethele libe linye, balinqunqe balibeke phezu kweenkuni, kodwa bangabasi mlilo. Nam ndiza kulungisa elinye ithole lenkomo eliyinkunzi, ndize ndilibeke phezu kweenkuni, kodwa andizukubasa mlilo.
-