1 Kumkani 18:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Nize nibize egameni lothixo wenu,+ nam ndiza kubiza egameni likaYehova. UThixo ophendule ngomlilo uza kubonisa ukuba nguye uThixo wokwenene.”+ Baphendula bonke abantu bathi: “Le nto uyitshoyo ilungile.”
24 Nize nibize egameni lothixo wenu,+ nam ndiza kubiza egameni likaYehova. UThixo ophendule ngomlilo uza kubonisa ukuba nguye uThixo wokwenene.”+ Baphendula bonke abantu bathi: “Le nto uyitshoyo ilungile.”