1 Kumkani 18:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 Wathatha amatye ayi-12, alingana nenani lezizwe zoonyana bakaYakobi, lowo lafika kuye ilizwi likaYehova, lisithi: “Igama lakho liza kuba nguSirayeli.”+ 1 Kumkani ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 18:31 Xelisa Ukholo Lwabo, iphe. 88-90 IMboniselo,1/1/2008, iphe. 20
31 Wathatha amatye ayi-12, alingana nenani lezizwe zoonyana bakaYakobi, lowo lafika kuye ilizwi likaYehova, lisithi: “Igama lakho liza kuba nguSirayeli.”+