36 Kwathi ke ngexesha lokwenziwa kweminikelo yokutya yangokuhlwa,+ umprofeti uEliya wasondela wathi: “Owu Yehova, Thixo ka-Abraham,+ kaIsake+ nokaSirayeli, makwaziwe namhlanje ukuba unguThixo kwaSirayeli yaye mna ndingumkhonzi wakho, nezi zinto zonke ndizenze ngokwelizwi lakho.+