1 Kumkani 18:38 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 38 Kwehla umlilo kaYehova, wawudla wawugqiba umnikelo otshiswayo+ neenkuni namatye nothuli, wawakhotha namanzi awayesemseleni.+
38 Kwehla umlilo kaYehova, wawudla wawugqiba umnikelo otshiswayo+ neenkuni namatye nothuli, wawakhotha namanzi awayesemseleni.+