1 Kumkani 18:42 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 42 Ngoko uAhabhi wenyuka wayokutya, wasela, yena uEliya wenyuka waya encotsheni yeKarmele waza wabuthuma emhlabeni, wafaka ubuso phakathi kwamadolo.+ 1 Kumkani ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 18:42 Xelisa Ukholo Lwabo, iphe. 93-94 IMboniselo,4/1/2008, iphe. 17-18
42 Ngoko uAhabhi wenyuka wayokutya, wasela, yena uEliya wenyuka waya encotsheni yeKarmele waza wabuthuma emhlabeni, wafaka ubuso phakathi kwamadolo.+