1 Kumkani 19:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 UYehu umzukulwana kaNimshi uze umthambise+ abe ngukumkani wakwaSirayeli, uthambise uElisha* unyana kaShafati waseAbheli-mehola abe ngumprofeti endaweni yakho.+
16 UYehu umzukulwana kaNimshi uze umthambise+ abe ngukumkani wakwaSirayeli, uthambise uElisha* unyana kaShafati waseAbheli-mehola abe ngumprofeti endaweni yakho.+