-
1 Kumkani 19:20IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
20 Yena ke wazishiya iinkunzi zeenkomo waleqa uEliya, wathi kuye: “Ndicela undivumele ndiyokuphuza utata nomama. Emva koko ndiza kukulandela.” Wathi yena kuye: “Hamba, khange ndikunqande, andithi!”
-