1 Kumkani 19:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Ngoko wajika wayokuthatha iinkunzi zeenkomo ezimbini wabingelela ngazo, inyama yazo wayipheka ngezixhobo zokulima waza wayinika abantu bayitya. Emva koko waphakama walandela uEliya, waqalisa ukumsebenzela.+
21 Ngoko wajika wayokuthatha iinkunzi zeenkomo ezimbini wabingelela ngazo, inyama yazo wayipheka ngezixhobo zokulima waza wayinika abantu bayitya. Emva koko waphakama walandela uEliya, waqalisa ukumsebenzela.+