1 Kumkani 20:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Kodwa kwafika umprofeti kuKumkani uAhabhi+ wakwaSirayeli, wathi: “Uthi uYehova, ‘Ubabonile na aba bantu baninzi kangaka? Ndibanikela kuwe namhlanje, yaye uza kutsho wazi ukuba ndinguYehova.’”+
13 Kodwa kwafika umprofeti kuKumkani uAhabhi+ wakwaSirayeli, wathi: “Uthi uYehova, ‘Ubabonile na aba bantu baninzi kangaka? Ndibanikela kuwe namhlanje, yaye uza kutsho wazi ukuba ndinguYehova.’”+