1 Kumkani 20:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 yaba ngulowo nalowo exabela umntu ajongene naye. AmaSiriya abaleka,+ waza uSirayeli wawaleqa, kodwa uKumkani uBhen-hadadi waseSiriya waqhwesha ngehashe ekunye nabanye abakhweli-mahashe.
20 yaba ngulowo nalowo exabela umntu ajongene naye. AmaSiriya abaleka,+ waza uSirayeli wawaleqa, kodwa uKumkani uBhen-hadadi waseSiriya waqhwesha ngehashe ekunye nabanye abakhweli-mahashe.