1 Kumkani 20:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Ethubeni umprofeti+ waya kukumkani wakwaSirayeli wathi kuye: “Hamba, uzomeleze uze ucingisise ngento oza kuyenza,+ kuba ukumkani waseSiriya uza kukuhlasela ekuqaleni konyaka ozayo.”*+
22 Ethubeni umprofeti+ waya kukumkani wakwaSirayeli wathi kuye: “Hamba, uzomeleze uze ucingisise ngento oza kuyenza,+ kuba ukumkani waseSiriya uza kukuhlasela ekuqaleni konyaka ozayo.”*+