1 Kumkani 20:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Ekuqaleni konyaka,* uBhen-hadadi wawaqokelela amaSiriya waza wenyuka wayokulwa noSirayeli eAfeki.+
26 Ekuqaleni konyaka,* uBhen-hadadi wawaqokelela amaSiriya waza wenyuka wayokulwa noSirayeli eAfeki.+