1 Kumkani 20:35 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 35 Omnye woonyana babaprofeti*+ wathi kumhlobo wakhe, ngokomyalelo kaYehova: “Ndibethe.” Kodwa yena wala ukumbetha.
35 Omnye woonyana babaprofeti*+ wathi kumhlobo wakhe, ngokomyalelo kaYehova: “Ndibethe.” Kodwa yena wala ukumbetha.