-
1 Kumkani 21:2IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
2 UAhabhi wathi kuNabhoti: “Ndinike le ntsimi yakho, ukuze ndityale kuyo imifuno, kuba isondelelene nendlu yam. Ndiza kukunika intsimi yeediliya ebhetele kunayo. Okanye ukuba uyafuna, ndiza kukunika imali eyilingeneyo.”
-