1 Kumkani 21:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Umfazi wakhe uIzebhele wathi: “Ayinguwe na kanti ukumkani kwaSirayeli? Phakama, utye wonwabe. Ndiza kukunika intsimi yeediliya kaNabhoti umYizereli.”+
7 Umfazi wakhe uIzebhele wathi: “Ayinguwe na kanti ukumkani kwaSirayeli? Phakama, utye wonwabe. Ndiza kukunika intsimi yeediliya kaNabhoti umYizereli.”+