1 Kumkani 21:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Ngoko wabhala iileta ngegama lika-Ahabhi waza wazivala ngesitampu sakhe,+ wazithumela kubadala+ nakwizikhulu ezazihlala esixekweni sikaNabhoti.
8 Ngoko wabhala iileta ngegama lika-Ahabhi waza wazivala ngesitampu sakhe,+ wazithumela kubadala+ nakwizikhulu ezazihlala esixekweni sikaNabhoti.