1 Kumkani 21:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Kwangena amadoda amabini angoongantweni, ahlala phambi kwakhe aza ammangalela uNabhoti, esithi: “UNabhoti uthuke uThixo nokumkani!”+ Emva koko amkhuphela ngaphandle kwesixeko aza ambetha ngamatye de wafa.+
13 Kwangena amadoda amabini angoongantweni, ahlala phambi kwakhe aza ammangalela uNabhoti, esithi: “UNabhoti uthuke uThixo nokumkani!”+ Emva koko amkhuphela ngaphandle kwesixeko aza ambetha ngamatye de wafa.+