1 Kumkani 21:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 ndikuzisela intlekele, ibe ndiza kutshayela emva kwakho nditshabalalise wonke umntu oyindoda* kwa-Ahabhi,+ nkqu nabo bangenakuzinceda nabangenamandla kwaSirayeli.+ 1 Kumkani ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 21:21 IMboniselo,2/1/2014, iphe. 15
21 ndikuzisela intlekele, ibe ndiza kutshayela emva kwakho nditshabalalise wonke umntu oyindoda* kwa-Ahabhi,+ nkqu nabo bangenakuzinceda nabangenamandla kwaSirayeli.+