1 Kumkani 21:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Nendlu yakho ndiza kuyenza ibe njengendlu kaYerobhoham+ unyana kaNebhati nanjengendlu kaBhahasha+ unyana ka-Ahiya, kuba undicaphukisile waza wabangela ukuba uSirayeli one.’
22 Nendlu yakho ndiza kuyenza ibe njengendlu kaYerobhoham+ unyana kaNebhati nanjengendlu kaBhahasha+ unyana ka-Ahiya, kuba undicaphukisile waza wabangela ukuba uSirayeli one.’