1 Kumkani 21:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Wenza eyona nto yakha yambi ngokulandela izithixo ezenyanyekayo,* kanye njengokuba onke ama-Amori enzayo, lawo uYehova wawagxothayo phambi kwamaSirayeli.’”+
26 Wenza eyona nto yakha yambi ngokulandela izithixo ezenyanyekayo,* kanye njengokuba onke ama-Amori enzayo, lawo uYehova wawagxothayo phambi kwamaSirayeli.’”+